Mateyu 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni. Luka 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Zonke izinto zinikelwe+ kum nguBawo, yaye akukho bani umaziyo uNyana ngaphandle kukaBawo;+ kungekho nabani umaziyo uBawo ngaphandle kukaNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.” Yohane 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kanye njengoko uBawo endazi mna nam ndimazi uBawo;+ yaye ndinikezela umphefumlo wam ngenxa yezimvu.+ 1 Yohane 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+
18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni.
22 Zonke izinto zinikelwe+ kum nguBawo, yaye akukho bani umaziyo uNyana ngaphandle kukaBawo;+ kungekho nabani umaziyo uBawo ngaphandle kukaNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.”
15 kanye njengoko uBawo endazi mna nam ndimazi uBawo;+ yaye ndinikezela umphefumlo wam ngenxa yezimvu.+
20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+