Marko 3:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Nabani na owenza ukuthanda kukaThixo, lo ngumntakwethu nodade wethu noma.”+ Yohane 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+ Yohane 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ningabahlobo bam ukuba nenza oko ndiniyalela+ kona. Yohane 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+ Roma 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+ Hebhere 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+
23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+
17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+
29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+
11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+