Mateyu 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Zonke ezi zinto uYesu wazithetha ngemizekeliso kwizihlwele. Eneneni, wayengathethi kubo ngaphandle kwangomzekeliso;+ Marko 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akuba eyedwa, abo babemjikelezile kunye nabalishumi elinesibini bambuza ngemizekeliso leyo.+ Luka 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa abafundi bakhe bambuza okuthethwa ngulo mzekeliso.+
34 Zonke ezi zinto uYesu wazithetha ngemizekeliso kwizihlwele. Eneneni, wayengathethi kubo ngaphandle kwangomzekeliso;+