Zefaniya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova. 1 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+
3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.
9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+