Mateyu 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+ Marko 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye wemka apho waya kummandla wakowabo, yaye abafundi bakhe bamlandela.+
23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+