IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke utsho uYehova nxamnye nabantu baseAnatoti+ abafuna umphefumlo wakho, besithi: “Umele ungaprofeti egameni likaYehova,+ ukuze ungafi ngesandla sethu”;

  • Luka 4:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa wathi: “Inene ndithi kuni akukho mprofeti wamkelwayo kummandla wakowabo.

  • Yohane 4:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Noko ke, uYesu wanikela ubungqina bokuba kwilizwe lakowabo umprofeti akanikwa mbeko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share