Numeri 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Imihlambi yeegusha neyeenkomo iya kuxhelelwa bona na, ibanele?+ Okanye ziya kubanjiselwa bona na zonke iintlanzi zolwandle, zibanele?” 2 Kumkani 4:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+ Marko 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa abafundi bakhe bamphendula besithi: “Ziya kuvela phi na apha kwindawo ekwanti izonka ezinokwanela aba bantu?”+
22 Imihlambi yeegusha neyeenkomo iya kuxhelelwa bona na, ibanele?+ Okanye ziya kubanjiselwa bona na zonke iintlanzi zolwandle, zibanele?”
43 Noko ke, umlungiseleli wayo wathi: “Ndiya kukubeka njani na oku phambi kwabantu abalikhulu?”+ Yona yathi: “Nika abantu badle, kuba utsho uYehova ukuthi, ‘Kuya kudliwa kubekho nokusalayo.’”+
4 Kodwa abafundi bakhe bamphendula besithi: “Ziya kuvela phi na apha kwindawo ekwanti izonka ezinokwanela aba bantu?”+