Mateyu 25:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+
41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+