IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Xa athe umntu wathengisa ngentombi yakhe ibe likhobokazana,+ ayiyi kuphuma njengokuphuma kwamakhoboka lawo.

  • Levitikus 25:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka ekunye nawe waza wazithengisa kuwe,+ uze ungamsebenzisi njengekhobokha.+

  • 2 Kumkani 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku kwakukho umfazi othile wakubafazi boonyana+ babaprofeti owadanduluka kuElisha, esithi: “Umkhonzi wakho, indoda yam, ifile; yaye wena wazi kakuhle ukuba umkhonzi wakho uqhubeke emoyika+ uYehova, yaye umbolekisi+ uye weza wabathabatha bobabini abantwana bam ukuba babe ngamakhoboka akhe.”

  • Nehemiya 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndaza ndathi kubo: “Thina ngokwethu siye sabathenga kwakhona+ abazalwana bethu abangamaYuda ababethengiswe ezintlangeni, kangangoko kusemandleni ethu; yaye kwangaxeshanye niya kubathengisa na abazalwana benu,+ yaye bamele bathengiswe kuthi na?” Abazange bathethe, bengazange bafumane lizwi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share