Marko 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye wangena eYerusalem, etempileni; waza wasingasinga zonke izinto, yaye, njengoko ilixa lalisele lihambile, waphuma waya eBhethani nabalishumi elinesibini.+ Luka 21:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngoko emini wayeye afundise etempileni,+ kodwa ebusuku wayeye aphume aze alalise entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma.+ Yohane 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku kwakukho mntu uthile owayegula, uLazaro waseBhethani, kwidolophana yakuloMariya nakuloMarta+ udade wabo.
11 Kwaye wangena eYerusalem, etempileni; waza wasingasinga zonke izinto, yaye, njengoko ilixa lalisele lihambile, waphuma waya eBhethani nabalishumi elinesibini.+
37 Ngoko emini wayeye afundise etempileni,+ kodwa ebusuku wayeye aphume aze alalise entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma.+
11 Ke kaloku kwakukho mntu uthile owayegula, uLazaro waseBhethani, kwidolophana yakuloMariya nakuloMarta+ udade wabo.