Mateyu 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane umntakwabo baza banyuka intaba ephakamileyo bebodwa.+ Mateyu 26:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wathabatha uPetros noonyana ababini+ bakaZebhedi, waqala ukuba buhlungu waza wakhathazeka gqitha.+
17 Kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane umntakwabo baza banyuka intaba ephakamileyo bebodwa.+
37 Wathabatha uPetros noonyana ababini+ bakaZebhedi, waqala ukuba buhlungu waza wakhathazeka gqitha.+