Isaya 53:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uya kunyuka njengesetyana+ phambi kwalowo, nanjengengcambu kwilizwe elingenamanzi. Akanabume, nabo nabuphi na ubungangamsha;+ yaye xa siya kumbona, akukho mbonakalo ingasenza ukuba simnqwenele.+ 1 Korinte 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kodwa thina sishumayela uKristu ebethelelwe,+ nto leyo esisikhubekiso+ kumaYuda nebubudenge kwiintlanga;+
2 Kuba uya kunyuka njengesetyana+ phambi kwalowo, nanjengengcambu kwilizwe elingenamanzi. Akanabume, nabo nabuphi na ubungangamsha;+ yaye xa siya kumbona, akukho mbonakalo ingasenza ukuba simnqwenele.+
23 kodwa thina sishumayela uKristu ebethelelwe,+ nto leyo esisikhubekiso+ kumaYuda nebubudenge kwiintlanga;+