IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kamsimnya nje nakufika esixekweni, niya kuyifumana kanye ngaphambi kokuba inyuke iye kudla endaweni ephakamileyo; ngenxa yokuba abantu abanakudla de kube sekufikeni kwayo, kuba yiyo esikelela umbingelelo.+ Emva koko badle ke kuqala abo bamenyiweyo. Nyukani ke, ngenxa yokuba yona—niya kuyifumana kanye ngoku.”

  • Luka 24:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye njengoko wayengqendeve nabo esidlweni wathabatha isonka, wasisikelela, wasiqhekeza waza wabanika sona.+

  • 1 Timoti 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share