Mateyu 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+
4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+