Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Mateyu 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwaye baya kumbulala, aze abuye avuke ngomhla wesithathu.”+ Ngenxa yoko baba buhlungu kakhulu.+ Luka 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+