Luka 9:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa nanjengoko wayesiza, idemon yamntlala emhlabeni yaza yamxhuzulisa ngamandla. Noko ke, uYesu wawukhalimela umoya ongahlambulukanga, wayiphilisa inkwenkwe waza wayinikela kuyise.+
42 Kodwa nanjengoko wayesiza, idemon yamntlala emhlabeni yaza yamxhuzulisa ngamandla. Noko ke, uYesu wawukhalimela umoya ongahlambulukanga, wayiphilisa inkwenkwe waza wayinikela kuyise.+