Luka 4:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Noko ke, kwakuba semini, waphuma waya kwindawo engasese.+ Kodwa izihlwele zamzingela zaza zaya kufikelela apho wayekhona, yaye zazama ukumbambezela ukuba angemki kuzo.
42 Noko ke, kwakuba semini, waphuma waya kwindawo engasese.+ Kodwa izihlwele zamzingela zaza zaya kufikelela apho wayekhona, yaye zazama ukumbambezela ukuba angemki kuzo.