Isaya 60:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yonke imihlambi yakwaKedare+—iya kuqokelelwa ndawonye kuwe. Iinkunzi zeegusha zakwaNebhayoti+—ziya kukulungiselela.+ Ziya kunyukela esibingelelweni sam ngenkoliseko,+ yaye ndiya kuyihombisa indlu yam ngobuhle.+ Zekariya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+
7 Yonke imihlambi yakwaKedare+—iya kuqokelelwa ndawonye kuwe. Iinkunzi zeegusha zakwaNebhayoti+—ziya kukulungiselela.+ Ziya kunyukela esibingelelweni sam ngenkoliseko,+ yaye ndiya kuyihombisa indlu yam ngobuhle.+
11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+