IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ke kaloku ipasika+ nomthendeleko+ wamaqebengwana angenagwele wawuza kuba kwiintsuku ezimbini kamva.+ Yaye ababingeleli abaziintloko nababhali babefuna indlela yokumbamba ngecebo lobuqhophololo baze bambulale;+

  • Luka 19:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+

  • Luka 20:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ababhali nababingeleli abaziintloko ngoku bafuna ukumsa izandla kanye ngelo lixa, kodwa boyika abantu; kuba baqonda ukuba wawuthetha lo mzekeliso enabo engqondweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share