Isaya 53:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+ Luka 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye xa wabona ukholo lwawo wathi: “Mntundini, uzixolelwe izono zakho.”+ Luka 7:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wandula ke wathi kuye: “Zixolelwe izono zakho.”+
11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+