Duteronomi 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba alisayi kuze lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe+ elo. Kungako nje ndikuyalela, ndisithi, ‘Uze usivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho oxhwalekileyo nohlwempuzekileyo ezweni lakho.’+ Yohane 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba amahlwempu+ nisoloko nikunye nawo, kodwa mna aniyi kusoloko ninam.”
11 Kuba alisayi kuze lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe+ elo. Kungako nje ndikuyalela, ndisithi, ‘Uze usivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho oxhwalekileyo nohlwempuzekileyo ezweni lakho.’+