Mateyu 26:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu. Luka 22:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Ngoko bambamba baza bamqhuba+ bamsa kwindlu yombingeleli omkhulu;+ kodwa uPetros wayelandela mgama.+ Yohane 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 aza amsa kuqala kuAnas; kuba wayengumkhwe kaKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka.+
57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu.
54 Ngoko bambamba baza bamqhuba+ bamsa kwindlu yombingeleli omkhulu;+ kodwa uPetros wayelandela mgama.+