IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ngaba uSomandla uyayoliswa kuba ulilungisa,+

      Okanye uyazuza kuba usenza indlela yakho ingabi nakusoleka?+

  • INdumiso 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ndithe kuYehova: “UnguYehova; ukulunga kwam, akwenzelwanga wena,+

  • Roma 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Bonke abantu baphambukile, xa bebonke baye ababi nto yanto; akukho namnye owenza ububele, akukho nokuba abe mnye.”+

  • Roma 11:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Okanye, “Ngubani na oye waqala wanikela kuye, khon’ ukuze abe nokubuyekezwa?”+

  • 1 Korinte 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ukuba ndivakalisa iindaba ezilungileyo,+ andinasizathu sakuqhayisa, kuba oko kuyimfuneko.+ Yeha ke+ mna ukuba andizivakalisanga iindaba ezilungileyo!

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share