Hoseya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.” Mika 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+ 1 Petros 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ihambo yenu mayibe ntle phakathi kweentlanga,+ ukuze, nokuba zithetha kakubi ngani njengabenzi-bubi, zithi ngokubona imisebenzi yenu emihle,+ zimzukise uThixo ngemini yokuvelela kwakhe.+
7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.”
4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+
68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
12 Ihambo yenu mayibe ntle phakathi kweentlanga,+ ukuze, nokuba zithetha kakubi ngani njengabenzi-bubi, zithi ngokubona imisebenzi yenu emihle,+ zimzukise uThixo ngemini yokuvelela kwakhe.+