Marko 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 baza bathi kuye: “Uzenza ngagunya liphi na ezi zinto? okanye ngubani okunike eli gunya lokwenza ezi zinto?”+ IZenzo 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 babamisa phakathi kwabo baza bababuza oku: “Nikwenza ngamandla mani na okanye ngegama likabani na oku?”+ IZenzo 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa lowo wayephatha ummelwane wakhe ngokungekho sikweni wamtyhalela kude, esithi, ‘Umiselwe ngubani na ukuba ube ngumlawuli nomgwebi phezu kwethu?+
28 baza bathi kuye: “Uzenza ngagunya liphi na ezi zinto? okanye ngubani okunike eli gunya lokwenza ezi zinto?”+
7 babamisa phakathi kwabo baza bababuza oku: “Nikwenza ngamandla mani na okanye ngegama likabani na oku?”+
27 Kodwa lowo wayephatha ummelwane wakhe ngokungekho sikweni wamtyhalela kude, esithi, ‘Umiselwe ngubani na ukuba ube ngumlawuli nomgwebi phezu kwethu?+