Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ IZenzo 13:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Bathi abeentlanga bakukuva oku, baba nemihlali, balizukisa ilizwi likaYehova,+ yaye bonke abo babenotyekelo olufanelekileyo ngobomi obungunaphakade baba ngamakholwa.+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
48 Bathi abeentlanga bakukuva oku, baba nemihlali, balizukisa ilizwi likaYehova,+ yaye bonke abo babenotyekelo olufanelekileyo ngobomi obungunaphakade baba ngamakholwa.+