Isaya 34:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kubola wonke umkhosi wezulu.+ Amazulu aya kusongwa+ njengomsongo wencwadi; nomkhosi wawo wonke uya kubuna, kanye njengokubuna kwamagqabi emdiliyeni nanjengokubuna kwekhiwane emkhiwaneni.+ 2 Petros 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+
4 Uya kubola wonke umkhosi wezulu.+ Amazulu aya kusongwa+ njengomsongo wencwadi; nomkhosi wawo wonke uya kubuna, kanye njengokubuna kwamagqabi emdiliyeni nanjengokubuna kwekhiwane emkhiwaneni.+
10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+