IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Bamele bayidle inyama ngobo busuku.+ Bayidle yosiwe ngomlilo kunye namaqebengwana angenagwele+ nemifuno ekrakra.+

  • Eksodus 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ningadli nto inegwele. Kwiindawo zonke enihlala kuzo nodla amaqebengwana angenagwele.’”

  • Duteronomi 16:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungadli nto inegwele kunye nayo kangangeentsuku ezisixhenxe.+ Ufanele uyidle kunye namaqebengwana angenagwele, isonka senkxwaleko, ngokuba waphuma ngokungxama ezweni laseYiputa,+ ukuze uwukhumbule umhla wokuphuma kwakho ezweni laseYiputa yonke imihla yobomi bakho.+

  • 1 Korinte 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yokuba kukho isonka esinye, thina, nangona sibaninzi,+ simzimba mnye,+ kuba sonke sinenxaxheba kweso sonka sinye.+

  • 1 Korinte 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share