1 Kumkani 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni walala phantsi komthi womtshayelo.+ Kodwa, khangela! nantso ingelosi+ imchukumisa.+ Yaza yathi kuye: “Vuka, udle.” Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ Daniyeli 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Waphinda wandichukumisa lowo unembonakalo enjengeyomntu wasemhlabeni, wandomeleza.+ Mateyu 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula ke uMtyholi wamshiya,+ yaye, khangela! iingelosi zeza zaza zamlungiselela.+
5 Ekugqibeleni walala phantsi komthi womtshayelo.+ Kodwa, khangela! nantso ingelosi+ imchukumisa.+ Yaza yathi kuye: “Vuka, udle.”
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+