IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Esathetha, khangela! nanko uYudas,+ omnye wabalishumi elinesibini, esiza nesihlwele esikhulu sinamakrele+ namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nakumadoda amakhulu abantu.+

  • Marko 14:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Kwaye ngoko nangoko, ngoxa wayesathetha, uYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wafika kunye nesihlwele esinamakrele namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nababhali namadoda amakhulu.+

  • Yohane 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ke kaloku uYudas, umngcatshi wakhe, naye wayeyazi indawo leyo, ngenxa yokuba uYesu izihlandlo ezininzi wayehlanganisana apho nabafundi bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share