Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Luka 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+ Yohane 5:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 “Niyaziphengulula iZibhalo,+ ngenxa yokuba nicinga ukuba ngazo niya kuba nobomi obungunaphakade; yaye zona zizo kanye ezinikela ubungqina ngam.+
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+
39 “Niyaziphengulula iZibhalo,+ ngenxa yokuba nicinga ukuba ngazo niya kuba nobomi obungunaphakade; yaye zona zizo kanye ezinikela ubungqina ngam.+