Yohane 19:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Noko ke, ngakuso isibonda sentuthumbo sikaYesu kwakumi unina+ nodade bonina; uMariya+ umfazi kaKlopa, noMariya Magadala.+
25 Noko ke, ngakuso isibonda sentuthumbo sikaYesu kwakumi unina+ nodade bonina; uMariya+ umfazi kaKlopa, noMariya Magadala.+