IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 119:99
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  99 Ndiye ndaba nengqiqo ngakumbi kunabafundisi bam bonke,+

      Ngenxa yokuba ndixhalabele izikhumbuzo zakho.+

  • Mateyu 7:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku akuwagqiba uYesu la mazwi, zathi khamnqa+ izihlwele yindlela yakhe yokufundisa;

  • Marko 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye bathi khamnqa yindlela yakhe yokufundisa,+ kuba apho wayebafundisa njengonegunya, kungekhona njengababhali.+

  • Yohane 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko ke amaYuda amangaliswa, esithi: “Kwenzeka njani ukuba lo mntu abe nolwazi ngemibhalo,+ engakhange afundisise nje ezikolweni?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share