Mateyu 26:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu. Yohane 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 aza amsa kuqala kuAnas; kuba wayengumkhwe kaKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka.+ Yohane 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uAnas wamthumela ebotshiwe kuKayafa umbingeleli omkhulu.+ IZenzo 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 (kwanoAnas+ umbingeleli oyintloko noKayafa+ noYohane noAleksandire nabo bonke abo babezizalamane zombingeleli oyintloko),
57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu.
6 (kwanoAnas+ umbingeleli oyintloko noKayafa+ noYohane noAleksandire nabo bonke abo babezizalamane zombingeleli oyintloko),