Luka 1:80 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli.
80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli.