Marko 1:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko waphilisa abaninzi ababegula zizifo ezahlukahlukeneyo,+ waza wakhupha iidemon ezininzi, kodwa wayengazivumeli iidemon zithethe, ngenxa yokuba zazimazi ukuba unguKristu.+
34 Ngoko waphilisa abaninzi ababegula zizifo ezahlukahlukeneyo,+ waza wakhupha iidemon ezininzi, kodwa wayengazivumeli iidemon zithethe, ngenxa yokuba zazimazi ukuba unguKristu.+