Mateyu 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye, khangela! babemzisela umntu ofe umzimba elele emandlalweni.+ Ebona ukholo lwabo uYesu wathi kofe umzimba: “Yomelela, mntwana; izono zakho zixolelwe.”+ Marko 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye kwafika abantu bemzisele ofe umzimba ethwelwe ngabane.+
2 Yaye, khangela! babemzisela umntu ofe umzimba elele emandlalweni.+ Ebona ukholo lwabo uYesu wathi kofe umzimba: “Yomelela, mntwana; izono zakho zixolelwe.”+