Mateyu 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bandula ke abafundi bakaYohane beza kuye baza babuza bathi: “Kutheni le nto thina nabaFarisi sizila ukutya kodwa bona abafundi bakho abazili kutya?”+ Marko 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku abafundi bakaYohane nabaFarisi babezila ukutya. Ngoko beza kuye baza bathi: “Kutheni abafundi bakaYohane nabafundi babaFarisi bezila ukutya, kodwa abakho abafundi bengakuzili ukutya?”+ Luka 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UNyana womntu uye weza esidla yaye esela, kodwa nithi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni!’+
14 Bandula ke abafundi bakaYohane beza kuye baza babuza bathi: “Kutheni le nto thina nabaFarisi sizila ukutya kodwa bona abafundi bakho abazili kutya?”+
18 Ke kaloku abafundi bakaYohane nabaFarisi babezila ukutya. Ngoko beza kuye baza bathi: “Kutheni abafundi bakaYohane nabafundi babaFarisi bezila ukutya, kodwa abakho abafundi bengakuzili ukutya?”+
34 UNyana womntu uye weza esidla yaye esela, kodwa nithi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni!’+