Mateyu 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kwaye, khangela! nanko umntu onesandla esomileyo!+ Ngoko ukuze bafumane isimangalo ngokunxamnye naye+ bambuza bathi, “Kusemthethweni na ukuphilisa ngesabatha?” Marko 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwakhona wangena kwindlu yesikhungu, yaye apho kwakukho umntu owayenesandla esomileyo.+
10 kwaye, khangela! nanko umntu onesandla esomileyo!+ Ngoko ukuze bafumane isimangalo ngokunxamnye naye+ bambuza bathi, “Kusemthethweni na ukuphilisa ngesabatha?”