Numeri 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ifanele izahlule ewayinini nakwisiselo esinxilisayo. Ifanele ingaseli viniga yawayini naviniga yasiselo sinxilisayo,+ ingaseli nayiphi na incindi yeediliya, ingadli zidiliya zimanzi okanye zomisiweyo. ABagwebi 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku nceda, zilinde, ungaseli wayini okanye siselo sinxilisayo,+ yaye ungadli nto ingahlambulukanga.+ Mateyu 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke uYohane lowo, isinxibo sakhe sasisesoboya+ benkamela, enombhinqo+ wethwathwa esinqeni sakhe; ukutya kwakhe nako kwakuziinkumbi+ nobusi+ basendle. Marko 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYohane wayambethe uboya benkamela kwaye enombhinqo wethwathwa esinqeni sakhe,+ yaye wayesidla iinkumbi+ nobusi basendle.+ Luka 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba uya kuba mkhulu phambi koYehova.+ Kodwa umele angaseli wayini nasiselo sinxilisayo konke konke,+ yaye uya kuzaliswa ngumoya oyingcwele ukususela kanye esibelekweni sikanina;+
3 ifanele izahlule ewayinini nakwisiselo esinxilisayo. Ifanele ingaseli viniga yawayini naviniga yasiselo sinxilisayo,+ ingaseli nayiphi na incindi yeediliya, ingadli zidiliya zimanzi okanye zomisiweyo.
4 Ke kaloku nceda, zilinde, ungaseli wayini okanye siselo sinxilisayo,+ yaye ungadli nto ingahlambulukanga.+
4 Ke uYohane lowo, isinxibo sakhe sasisesoboya+ benkamela, enombhinqo+ wethwathwa esinqeni sakhe; ukutya kwakhe nako kwakuziinkumbi+ nobusi+ basendle.
6 UYohane wayambethe uboya benkamela kwaye enombhinqo wethwathwa esinqeni sakhe,+ yaye wayesidla iinkumbi+ nobusi basendle.+
15 kuba uya kuba mkhulu phambi koYehova.+ Kodwa umele angaseli wayini nasiselo sinxilisayo konke konke,+ yaye uya kuzaliswa ngumoya oyingcwele ukususela kanye esibelekweni sikanina;+