Genesis 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokubhekele phaya ingelosi kaYehova yongeza yathi kuye: “Yabona umithi, kwaye uza kuzala unyana yaye uze umthiye igama elinguIshmayeli;+ kuba uYehova uyivile inkxwaleko yakho.+ ABagwebi 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekuhambeni kwexesha kwabonakala ingelosi kaYehova kulo mfazi+ yaza yathi kuye: “Ke kaloku, khangela, uludlolo kwaye akuzalanga mntwana. Yaye ngokuqinisekileyo uya kumitha uze uzale unyana.+ Galati 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+
11 Ngokubhekele phaya ingelosi kaYehova yongeza yathi kuye: “Yabona umithi, kwaye uza kuzala unyana yaye uze umthiye igama elinguIshmayeli;+ kuba uYehova uyivile inkxwaleko yakho.+
3 Ekuhambeni kwexesha kwabonakala ingelosi kaYehova kulo mfazi+ yaza yathi kuye: “Ke kaloku, khangela, uludlolo kwaye akuzalanga mntwana. Yaye ngokuqinisekileyo uya kumitha uze uzale unyana.+
4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+