Mateyu 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane Mateyu 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa emva kokuba ezicingisisile ezi zinto, khangela! ingelosi kaYehova yabonakala kuye ephupheni, isithi: “Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabatha umse ekhaya uMariya umfazi wakho, kuba oko akukhawuleyo kungomoya oyingcwele.+
18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane
20 Kodwa emva kokuba ezicingisisile ezi zinto, khangela! ingelosi kaYehova yabonakala kuye ephupheni, isithi: “Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabatha umse ekhaya uMariya umfazi wakho, kuba oko akukhawuleyo kungomoya oyingcwele.+