Yohane 6:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 yaye sikholiwe saza safikelela ekwazini ukuba wena unguLowo Ungcwele kaThixo.”+ Yohane 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 nitsho na nina kum lowo uBawo wamngcwalisayo waza wamthumela ehlabathini ukuthi, ‘Uyanyelisa,’ ngenxa yokuba ndithe, NdinguNyana kaThixo?+
36 nitsho na nina kum lowo uBawo wamngcwalisayo waza wamthumela ehlabathini ukuthi, ‘Uyanyelisa,’ ngenxa yokuba ndithe, NdinguNyana kaThixo?+