Mateyu 10:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 kodwa nabani na ondikhanyelayo phambi kwabantu, nam ndiza kumkhanyela+ phambi koBawo osemazulwini. Marko 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+ 2 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;
33 kodwa nabani na ondikhanyelayo phambi kwabantu, nam ndiza kumkhanyela+ phambi koBawo osemazulwini.
38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;