Mateyu 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane umntakwabo baza banyuka intaba ephakamileyo bebodwa.+ Marko 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane, waza wabanyusa intaba ephakamileyo bebodwa. Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo,+
17 Kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane umntakwabo baza banyuka intaba ephakamileyo bebodwa.+
2 Ngako oko kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane, waza wabanyusa intaba ephakamileyo bebodwa. Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo,+