Eksodus 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wathi ke kuMoses: “Nyuka uye kuYehova, wena noAron, uNadabhi noAbhihu+ namashumi asixhenxe+ kumadoda amakhulu akwaSirayeli, nize niqubude nimgama. Numeri 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.
24 Wathi ke kuMoses: “Nyuka uye kuYehova, wena noAron, uNadabhi noAbhihu+ namashumi asixhenxe+ kumadoda amakhulu akwaSirayeli, nize niqubude nimgama.
16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.