IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nize nitsho kumntakwethu ukuthi, ‘Ngamana ungaphila+ nendlu yakho iphile nako konke oko unako kuphile.

  • Mateyu 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Xa ningena endlwini, ze nibabulise abakuloo ndlu;

  • Luka 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa naphi na apho ningena khona ekhayeni, hlalani apho nide nimke.+

  • Yohane 20:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke, kwakuhlwa ngaloo mini, eyayiyeyokuqala evekini,+ yaye, nangona iingcango zazitshixiwe apho babekhona abafundi ngenxa yokoyika+ amaYuda, uYesu wafika,+ wema phakathi kwabo waza wathi kubo: “Ngamana ningaba noxolo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share