Levitikus 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nize ningalihlambeli igama lam elingcwele,+ yaye ndimele ndingcwaliswe phakathi koonyana bakaSirayeli.+ NdinguYehova oningcwalisayo,+ Duteronomi 32:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuba ndiya kuvakalisa igama likaYehova.+Mnikeni ubukhulu uThixo wethu!+ INdumiso 145:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Umlomo wam uya kuthetha indumiso kaYehova;+Inyama yonke mayilibonge igama lakhe elingcwele ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe, ngonaphakade.+ Isaya 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova wemikhosi uya kuphakama ngomgwebo,+ azingcwalise uTHIXO wenyaniso, Lowo Ungcwele+ ngobulungisa.+ Isaya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+ Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+ Hezekile 36:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kulingcwalisa igama lam elikhulu,+ ebelihlanjelwa phakathi kweentlanga, enilihlambeleyo phakathi kwazo; yaye iintlanga ziya kwazi ukuba ndinguYehova,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘xa ndingcwaliswa phakathi kwenu phambi kwamehlo azo.+
32 Nize ningalihlambeli igama lam elingcwele,+ yaye ndimele ndingcwaliswe phakathi koonyana bakaSirayeli.+ NdinguYehova oningcwalisayo,+
21 Umlomo wam uya kuthetha indumiso kaYehova;+Inyama yonke mayilibonge igama lakhe elingcwele ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe, ngonaphakade.+
16 UYehova wemikhosi uya kuphakama ngomgwebo,+ azingcwalise uTHIXO wenyaniso, Lowo Ungcwele+ ngobulungisa.+
13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
23 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kulingcwalisa igama lam elikhulu,+ ebelihlanjelwa phakathi kweentlanga, enilihlambeleyo phakathi kwazo; yaye iintlanga ziya kwazi ukuba ndinguYehova,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘xa ndingcwaliswa phakathi kwenu phambi kwamehlo azo.+