Yona 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abantu baseNineve bakholwa kuThixo,+ yaye babhengeza ukuba kuzilwe ukutya kwambathwe namarhonya,+ ukususela koyena mkhulu kuse koyena mncinane kubo.
5 Abantu baseNineve bakholwa kuThixo,+ yaye babhengeza ukuba kuzilwe ukutya kwambathwe namarhonya,+ ukususela koyena mkhulu kuse koyena mncinane kubo.