Mateyu 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke, xa beninikela, ningaxhaleli ukuba niya kuthetha njani na okanye ntoni na; kuba niya kuyinikwa ngelo lixa into eniya kuyithetha;+ Marko 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Xa ke besiya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha;+ kodwa nakuphi na enikunikwayo ngelo lixa, thethani kona, kuba asinini abo bathethayo, kodwa ngumoya oyingcwele.+ Luka 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke kuzinziseni ezintliziyweni zenu ukungayiqheliseli kwangaphambili indlela yokuzithethelela,+
19 Noko ke, xa beninikela, ningaxhaleli ukuba niya kuthetha njani na okanye ntoni na; kuba niya kuyinikwa ngelo lixa into eniya kuyithetha;+
11 Xa ke besiya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha;+ kodwa nakuphi na enikunikwayo ngelo lixa, thethani kona, kuba asinini abo bathethayo, kodwa ngumoya oyingcwele.+
14 Ngoko ke kuzinziseni ezintliziyweni zenu ukungayiqheliseli kwangaphambili indlela yokuzithethelela,+